Story: Nondumiso Mpaka
NGCOBO – Umbutho we South African Communist Party (SACP) Engcobo ubambe iRally kwilali yaku Beyele apho amalungu alombutho asuka kwiindawo ezahlukeneyo ayinxalenye yoku, kwa nabo bangabagqatswa bazozibonakalisa kuluntu.
Ongu Nobhala kulombutho uThando Tunce uthi baqale ngokuza kwindawo lena, nabafumene iingxaki ezininzi ingakumbi ezichaphazela abahlali, esithi bengumbutho bazawukhe bayizame kakhulu into yokuyekiswa kwe tender nanjengoko bebona abantu abatsha bayasokola akukho misebenzi.
