Ikhaya eligcina abantwana nabantu abadala abangamaxhoba eziyobisi iSociety Hope Organization icela inkxaso

Story: Asive Matwa DUTYWA – Ikhaya eligcina abantwana nabantu abadala abangamaxhoba eziyobisi kunye nabo baphila nokukhubazeka iSociety Hope Organization kwigingqi yase Dutywa, libongoza kurhulumente, oosomashihsini naye nabani na onokuthi abengumsamariya olungileyo alincedise kwimingeni eliqela elijongene nayo elikhaya. Ongumseki welikhaya uBonginkosi Mamba uthi waseka eliziko ngo 2014 kodwa ufumene iimpepha ngokusemthethweni ngo 2021. Uthi iinjongo zakhe … Continue reading Ikhaya eligcina abantwana nabantu abadala abangamaxhoba eziyobisi iSociety Hope Organization icela inkxaso